Introduction
There are more than 500 types of reptile in southern Africa. This book will help you to recognise some of them. You may see them on walks in nature areas or parks, perhaps even in your garden.
Inleiding | Isingeniso | Intshayelelo |
Daar is meer as 500 reptielsoorte in Suider-Afrika. Di boek sal jou help om sommige van hulle uit te ken. Jy sal hulle dalk sien as jy in natuurgebiede of parke stap, en miskien sal jy selfs van hulle in jou tuin sien. | Kunezinhlobo zezilwane ezihuquzelayo ezingaphezu kwama-500 e-Afrika eseNingizimu. Le ncwadi izokusiza ukuthi ukwazi ukubona ezinye zazo. Ungazibona lapho uzihambela ezindaweni zezemvelo noma emapaki, mhlawumbe ungaze uthole ezinye zazo engadini yakho. | Kukho iintlobo zezirhubuluzi ezingaphezu kwe-500 kwiAfrika esemazantsi. Le ncwadi iza kukunceda uzazi ezinye zazo. Usenokuzibona xa uhamba kwiindawo zendalo okanye imiyezo, mhlawumbi ezinye zazo uza kuzibona kwigadi yakho. |
Three main reptile groups
Die hoofgroepe reptiele
Amaqoqo aphambili ezilwane ezihuquzelayo
Amaqela aphambili ezirhubuluzi
1. Snakes and lizards
Slange en akkedisse
Izinyoka Nezibankwa
IiNyoka namaCilikishe
Snakes and lizards have bodies that are covered in rows of scales. Snakes are really lizards without legs. Lizards with legs include geckos, chameleons, skinks and agamas. Some burrowing lizards have very small legs, or no legs at all.
Slange en akkedisse het n liggaam wat met rye skubbe bedek is. Slange is in werklikheid pootlose akkedisse. Akkedisse met pote is onder andere geitjies, verkleurmannetjies, skinke en koggelmanders. Sommige grawende akkedisse het baie klein pote of geen pote nie. | Izinyoka nezibankwa zinemizimba eyembozwe ngamazegece alandelanayo. Izinyoka empeleni ziyizibankwa ezingenamilenze. Izibankwa ezinemilenze zibandakanya izigcilikisha, izinwabu, amaskink nama-agama. Ezinye izibankwa ezimba emhlabathini zinemilenze emincane kakhulu noma azinayo nhlobo imilenze. | Iinyoka namacilikishe zinemizimba eyambathiswe ngamaxolo. Iinyoka okunene ngamacilikishe angenamilenze. Amacilikishe anemilenze aquka amaqungequ, amalovane, ii-skink nee-agama. Amanye amacilikishe emba umngxuma emhlabeni anemilenze emincinane gqitha, okanye akanamilenze konke konke. |
2. Shelled reptiles
Reptiele met doppe
Izilwane Ezihuquzelayo Ezinamagobongo
Izirhubuluzi Ezinamaqokobhe
Tortoises, terrapins and turtles all have bodies that are covered in a hard shell. They pull their head and legs into their shell when danger threatens.
Skilpaaie, water- en seeskilpaaie het almal n lyf wat met n harde dop bedek is. Hulle trek hul kop en pote terug in die dop wanneer gevaar dreig. | Izimfudu, ama-terrapin nezimfudu zasemanzini zonke zinemizimba eyembozwe yigobolondo eliqinile. Zidonsela ikhanda nemilenze yazo egobolondweni lazo lapho kubonakala kunengozi. | Oofudo, oofudo bamanzi noofudo baselwandle bonke banemizimba egubungelwe ngeqokobhe eliqinileyo. Xa kukho isisongelo sengozi basonga intloko nemilenze yabo bayifake eqokobheni. |
3. Crocodile
Krokodil
Ingwenya
Ingwenya
This is a very large creature with a heavy tail and a big mouth. The Nile crocodile is the only crocodile found in southern Africa.
Dit is baie groot reptiele met n swaar stert en n groot bek. Die Nylkrokodil is die enigsste krokodil wat in Suider-Afrika voorkom. | Lesi yisidalwa esikulu kakhulu futhi zinomsila osindayo kanye nomlomo omkhulu. Ingwenya yaseNile ingukuphela kwengwenya etholakala e-Afrika eseningizimu. | Ezi zizidalwa ezinkulu kakhulu kwaye zinomsila onzima kunye nomlomo omkhulu. INgwenya yomNayile kuphela koxam ofumanekayo kwi-Afrika esemazantsi. |
Types of Snakes
Soorte slange
Izinhlobo Zezinyoka
Iintlobo zeeNyoka
Most snakes are harmless to humans. Many snakes help to control pests on farms and in gardens. Some snakes use venom (poison) to kill their food. The venom of some snakes is strong enough to kill a child or an adult. Not all snakes produce venom, but they can still give a very painful bite. Venom is injected through special teeth, called fangs, which may be at the back or front of the mouth. Adders (vipers) have very long fangs that are hinged and fold back into the roof of the mouth when not in use.
The Boomslang has back fangs. | The Cobra has front fangs. | The Gaboon Adder has hinged front fangs. |
Die Boomslang het agtertande. Inyoka yasesihlahleni inezinzawu ezingemuva. Inyoka yomthi inamabamba angasemva. | Die Kaapse kobra het voortande. Imfezi yakwelaseKapa inezinzawu ezingaphambili. Umdlambila unamabamba angaphambili. | Die Gaboenadder het geskarnierde voortande. Ibululu LaseGaboon linezinzawu ezingaphambili ezingamahinji. Ibululu linamabamba angaphambili angathi ziihenjisi. |
Die meeste slange is onskadelik vir die mens. Baie slange help om plae op plase en in tuine te beheer. Sommige slange gebruik gif om hul prooi dood te maak. Sommige se gif is sterk genoeg om n kind of n grootmens dood te maak. Nie alle slange produseer gif nie, maar hulle kan steeds baie seer byt. Die gif word in kliere in die slang se kop geproduseer; dit word deur spesiale slagtande ingespuit. Die slagtande kan voor of agter in die bek wees. Sommige slange, bekend as adders, het baie lang slagtande wat kan skarnier en teen die verhemelte terugvou wanneer hulle nie gebruik word nie. | Iningi lezinyoka azinabungozi ebantwini. Iningi lezinyoka lisiza ukulawula izilwane eziluhlupho emapulazini nasezingadini. Ezinye izinyoka zisebenzisa isihlungu (ushevu) ukubulala ukudla kwazo. Isihlungu sezinye izinyoka sinamandla ngokwenele ukuthi singabulala ingane noma umuntu omdala. Akuzona zonke izinyoka ezikhipha isihlungu, kepha ziyakwazi ukuthi zilume kabuhlungu impela. Isihlungu sikhishwa ezindlaleni ezisekhanda lenyoka, sifakwe ngamazinyo akhethekile, abizwa ngokuthi izinzawu. Lezi zinzawu zingaba semuva noma ngaphambili emlonyeni. Ezinye izinyoka, okuthiwa amabululu noma izindlondlo, zinezinzawu ezinde kakhulu ezinamahinji nezigoqekela emuva zihlale ophahleni lomlomo lapho zingasebenzi. | Uninzi lweenyoka alunabungozi ebantwini. Uninzi lweenyoka luluncedo ekulawuleni izinambuzane kwiifama nasezigadini. Ezinye iinyoka zisebenzisa ubuhlungu (ityhefu) ukuze zibulale into eziyityayo. Ubuhlungu bezinye iinyoka bunamandla ngokwaneleyo ukubulala umntwana okanye umntu omdala. Ubuhlungu buveliswa ngamadlala akwintloko yenyoka; butofelwa ngamazinyo akhethekileyo, ekuthiwa ngamabamba. La mabamba asenokuba ngasemva okanye ngaphambili emlonyeni. Ezinye iinyoka, ekuthiwa ngamarhamba, zinamabamba angathi aneehenjisi nathi asongeke enkalakahleni xa engasetyenziswa. Ayizizo zonke iinyoka ezivelisa ubuhlungu, kodwa sekunjalo kungabuhlungu gqitha ukulunywa yinyoka. |
Next page